Back to stories list

Nonkungu en die imbulu uNonkungu Kanye nembulu uNonkungu nembulu Nonkungu and the imbulu

Written by Alan Kenyon, Viv Kenyon

Illustrated by Wiehan de Jager

Translated by Lindsey Davis

Language Afrikaans

Level Level 4

Narrate full story The audio for this story is currently not available.


Eens op a tyd was daar ‘n arm man en say vrou. Hulle het net een kind, ‘n dogter. Die meisie se naam was Nonkungu. Haar ouers was baie verlief vir hou.

Kwasuka sukela, kwakunendoda eyayihlupheka nomfazi wayo. Babenengane eyodwa vo yentombazane, igama layo kunguNonkungu. uNonkungu wayemuhle futhi elungile. Abazali bakhe babemthanda kakhulu.

Kudala kwakukho indoda eyayihluphekile kunye nenkosikayi yayo. Babenomntwana omnye kuphela, intombazana, egama linguNonkungu. UNonkungu wayemhle kwaye enobubele. Abazali bakhe babemthanda kakhulu.

Once upon a time there was a poor man and his wife. They had only one child, a girl. The child’s name was Nonkungu. Her parents loved Nonkungu very much.


Een dag het haar ouers om besluit om vir haar baie ryk Oom Mtonyama te stuur. Nonkungu’s se ma het vir haar a spesiale romp met lint, knope en krale, gemaak. Haar ma het ook a pragtigge halssnoer vir Nonkungu gemaak. Dan het sy vir Nonkungu by haar Oom se dorpie te stuur.

Ngelinye ilanga abazali bakhe bamhambisa kumalume wakhe uMntonyama owayeyisicebi. Umama kaNonkungu wamthungela isiketi sekhethelo, esinelibhini, nezinkinobho kanye nobuhlalo. Wamenzela nomgexo omuhle owenziwe ngobuhlalu.

Ngenye imini abazali bakhe bagqiba kwelokuba bathumele uNonkungu ayokuhlala nomalume wakhe uMtonyama. Umalume uMtonyama wayeyondoda eyayifumile. Umama kaNonkungu wenza umbhinqo owodwa ngeribhoni, amaqhosha nneentsimbi. Wenza nentsimbi yomqala entle, esenzela uNonkungu. Ngenye intsasa kwakusasa, uNonkungu wabashiya abazal bakhe esiya kumzi kamalume wakhe.

One day her parents decided to send her to stay with her rich Uncle Mtonyama. Nonkungu’s mother made a special skirt with ribbon, buttons and beads. She also made a beautiful bead necklace for Nonkungu. Then she sent her off to her uncle’s village.


Op pad na sy oom, het Nonkungu a stroom gekom. Sy loop oor hierdie stroom met die loop klippe. Op die ander kant van die rivier, het sy a jong vrou ontmoet wat lappe gedra.

Endleleni uNonkungu wafica umfula okwakumele awuwele enyathela ematsheni. Ngaphesheya komfula wahlangana nentombazanyana eyayigqoke itshali.

Endleleni uNonkungu wafika emfuleni. Wawuwela umfula, esebenzisa amatye okucangcatha. Kwicala elingaphesheya wadibana nentombazana elula inxibe amadlakadlaka.

On the way Nonkungu came to a stream. She crossed the stream using the stepping stones. On the other side she met a young girl wearing rags.


“Waar gaan jy?” vra die jong meisie. “Ek gaan by my Oom Mtonyama te kuier” se Nonkungu. “Mtonyama is ook my oom, en ek gaan by hom ook kuier” se die jong meisie. En toe het hulle saam geloop.

“Uyaphi?” kubuza intombazanyana. “Ngivakashela umalume wami uMntonyama,” kusho uNonkungu. “Kulungile uMntonyama ungumalume wami, futhi nami ngisendleleni evakashela yena,” kusho intombazanyana. Babe sebehambisana ke.

“Uya phi na?” Yabuza intombazana elula. “Ndiya kundwendwela umalume wam uMtonyama,” watsho uNonkungu. “Loo nto iyammangaliso,” yatsho intombazana elula. UMtonyama ngumalume wam nam, kwaye nam ndisendleleni eya kundwendwela yena.”

“Where are you going?” asked the young girl. “I’m going to visit my Uncle Mtonyama,” said Nonkungu. “Well, Mtonyama is my uncle, too and I am also on my way to visit him,” said the young girl. So they walked on together.


Voordat hulle het ver gegaan het die jong meisie gese, “Jou romp is so pragtig en die halssnoer is so mooi. Kan ek aseblief hulle aansit?” Nonkungu gee haar pragtigge goed na die jong meisie om aan te sit.

Bengakahambi nje ibanga elide intombazanyana yathi, “Isiketi sakho sihle kanye nobuhlalu bakho. Ngicela ungiboleke kengibulinganise.” uNonkungu wakhumula isiketi kanye nobuhlalo wanika intombazanyana.

Yaza ke intombazana elula yathi, “Umbhinqo wakho mhle kakhulu nazo iintsimbi zakho zintlle ngokunjalo. Nceda undivumele ndizilinganise.” Ngoko ke uNonkungu wakhulula umbhinqo neentsimbi.

Before they had gone very far, the young girl said, “Your skirt is so beautiful and your beads are so pretty. Please let me try them on.” So Nonkungu took off her skirt and beads and gave them to the young girl.


Waaneer die jong meisie het haar lappe afgedrai, en Nonkungu se romp aan te sit, het Nonkungu gesien die meisie het ‘n stert! Nonkungu was bang, as sy nou weet heirdie meisie ‘n Imbulu is!

Ngesikhathi intombazanyana ikhumula itshali layo igqoka ingubo kaNonkungu, uNonkungu wabona ukuthi le ntombazanyana inomsila! uNonkungu waqala ukwesaba. Waba nesiqiniseko sokuthi lentombazanyana iyimbulu.

Intombazana elula yakhulula amadlavu ayo, waza uNonkungu wabona ukuba intombazana elula inomsila. UNonkungu wayazi ngoku ukuba intombazana elula ngenene yimbulu. Woyika uNonkungu. Imbulu yanxiba umbhinqo nentsimbi yomqala. Waza uNonkungu wanxiba amadlavu.

When the girl took off her rags and changed into Nonkungu’s clothes, Nonkungu saw that the young girl had a tail! Nonkungu was afraid. She knew now that the young girl was really an imbulu.


Hulle het verder saam geloop. Nonkungu vra vir die meisie, “Asseblief wil jy my romp en halssnoer terug gee?” Die imbulu antwoord, “Nee, laat my vir hom dra tot ons om die boom kom” en sy het vir a boom op die berg vir Nonkungu gewys.

Baqhubeka bahambisana. “Ngicela ungibuyisele isiketi sami kanye nobuhlalu ,” kusho uNonkungu. Kodwa imbulu yathi, “Ngivumele ngibugqoke size sifike kulesiya sihlahla.” Isho ikhomba isihlahla esisegqumeni.

Bahamba kunye. Emva kokuba behambe umganyana omfutshane, uNonkungu wathi kwimbulu, “Nceda undinike umbhinqo wam neentsimbi zam.” Kha undivumele ndizinxibe side siyokufika kulaa mthi,” yatsho imbulu, isalatha umthi osendulini.

They walked on together. “Please give me back my skirt and my beads,” asked Nonkungu. But the imbulu answered, “Let me wear them until we get to that tree.” She pointed to a tree on the hill.


Tot hulle by die boom gekom, vra Nonkungu vir die imbulu, “Aseblief wil jy my romp en halssnoer terug gegee?” Maar die imbulu antwoord, “Nee, laat my hom dra tot die volgende stroom”. Nonkungu was bang, en toe het sy gestem.

Bathi sebefike esihlahleni, uNonkungu wathi kwimbulu, “Ngicela ungibuyisele isiketi sami kanye nobuhlalu bami.” “Ngivumele ngisigqoke size sifike emfuleni olandelayo,” kusho imbulu. UNonkungu wayesesaba, wavuma.

Xa befika emthini, uNonkungu wathi kwimbulu, “Nceda undinike umbhinqo neentsimbi zam.” Kha undivumele ndizinxibe side sifike kulaa mfula ulandelayo,” yatsho imbulu. UNonkungu wayesoyika ngoko ke wavuma.

When they reached the tree, Nonkungu said to the imbulu, “Please give me back my skirt and beads.” “Just let me wear them until we get to the next stream,” said the imbulu. Nonkungu was afraid, so she agreed.


Op die laaste het hulle die stroom bereik. Nonkungu vra weer, “Aseblief wil jy my romp en halssnoer terug gee”. Maar die imbulu antwoord, “Nee, laat my hom haal tot ons by die tuis waar die vrouens sit”. So, loop hulle nog verde.

Ekugcineni bafika emfuleni. Waphinda uNonkungu wacela imbulu, “Ngicela ungibuyisele isiketi sami kanye nobuhlalo.” “Ngivumele ngisigqoke size sifike kuleyandlu ehleli omama,” kusho imbulu. Baqhubeka bahamba.

Ekugqibeleni bafika emfuleni. Kwakhona uNonkungu wabuza imbulu, “Nceda undinike umbhinqo wam neentsimbi zam.” Kha undiyeke ndizinxibe nje side siyokufika kulaa ndlu, apho abafazi bahleli khona,” yatsho imbulu. Baza baqhubeka behamba.

At last they reached the stream. Again Nonkungu asked the imbulu, “Please give me back my skirt and my beads.” “Just let me wear them until we get to that hut where the women are sitting,” said the imbulu. So they walked on.


Waneer hulle by die tuis gekom, die imbulu het Nonkung terug gestoot, en roep sy vir die vrouens wat by die tuis sit. “Kyk hierdie meisie wat lappe dra. Sy het agter my vir die hulle dag get stap. Ek wens sy wil weg ge gaan”, se die imbulu. Nonkungu was so skaam en bang dat sy het geloop en in die kraal verborge.

Bathi sebefika kuleyondlu enomama, imbulu yashiya uNonkungu yase ithi, “Anibheke lentombazane egqoke itshali. Kade ilokhu ingilandela yonke indlela. Ngifisa sengathi ingasuka la.” UNonkungu wayephoxekile futhi ethukile, wase waya esibayeni wayocasha.

Bathi bakufika endlwini, imbulu yatyhalela uNonkungu ngemva, yaza yathi kubafazi abahleli ngasendlwini, “Jongani le ntombazana inxibe amadlavu. Ebesoloko elandelana nam imini yonke. Ndinqwenela ukuba ahambe.” UNonkunga waba neentloni noloyiko, kangangokuba wabalekela ebuhlanti, wazimela.

When they reached the hut, the imbulu pushed Nonkungu back and called to the women sitting by the hut. “Look at this girl wearing rags. She has been following me all day. I wish she would go away,” said the imbulu. Nonkungu was so ashamed and so frightened that she ran hid in the kraal.


Die imbulu gaan by Oom Mtonyama se huis en se sy so soet, “Ek is jou niggie, Nonkungu. My ouers het vir my stuur om met jou te bly”. Mtonyama verwelkom die jong meisie. Sy en sy familie was baie goed tot die imbulu. Arme Nonkungu het in die kraal geslaap and die hond se kos saam te eet.

Imbulu yabe seyiya endlini kamalume uMntonyama, yafike yathi, “Ngingumshana wakho, uNonkungu. Abazali bami bangithumele ukuba ngizohlala nawe.” UMntonyama wayemukela intombazanyana. Yena nomndeni wakhe bayiphatha kahle imbulu. Kodwa bandla uNonkungu wayelala esibayeni edla nezinja.

Yaza imbulu yaya kwindlu kamalume uMtonyama yathi, “ Ndingumtshana wakho, uNonkungu. Abazali bam bandithumele ukuba ndizokuhlala nawe.” UMtonyama wayamkela intombazana elula eyayiyimbulu ngenene. UMtonyama nosapho lwakhe babenobubele kwimbulu kuba babecinga ukuba nguNonkungu. Kodwa usizana olunguNonkungu kwafuneka lulale ebuhlanti abelane nezinja ngokutya.

Then the imbulu went to Uncle Mtonyama’s hut. She said sweetly, “I am your niece, Nonkungu. My parents sent me to stay with you.” Mtonyama welcomed the young girl. He and his family were very kind to the imbulu. But poor Nonkungu had to sleep in the kraal and share the dog’s food.


Gedurende die dag het Nonkungu by die meilies verborge en sing sy, “Arme ek, arme ek. Ek was by my ma en pa na my Oom Mtonyama gestuur. Op die pad het ek ‘n imbulu ontmoet en sy het my romp en halssnoer ge vat. Arme ek, arme ek”.

Emini uNonkungu wayehamba aye emasimini, acashe ngamahlanga acule: “Oh mina engilusizi, ngangithunyelwe ngubaba nomama, ukuba ngizohlala nomalume uMntonyama. Endleleni ngaficana nembulu yangithathela isiketi sami kanye nobuhlalo. Oh mina engilusizi.”

Emini uNonkungu waya ethafenii, wacula: “Owu! Kha undisizele, ndisizele. Bendithunywe ngutata nomama Ukuba ndiyokuhlala nomalume, uMtonyama. Endleleni ndadibana nembulu yaza yathatha umbhinqo wam neentsimbi zam. Owu! Ndisizele, ndisizele.”

During the day Nonkungu went to the fields, hid in the corn, and sang: “Oh misery me, misery me. I was sent by my father and mother to stay with my Uncle Mtonyama. On the way I met an imbulu and she took my skirt and my beads. Oh misery me, misery me.”


Een dag, een van Mtonyama’s se broers het op die veld geloop. Hy het a vreemde en pragtig liedjie. Hy weet nie wie sing nie, maar waaneer hy het by die tuis gekom, vertel sy Mtonyama die woorde. Mtonyama het by die veld gestap en die liedjie gehoor. En soek hy vir Nonkungu.

Ngeliye ilanga omunye wabafowabo baka Mtonyana, wezwa umuntu ocula kamnandi kodwa wayengawuzwa ukuthi lomculo uqhamuka ngakuphi. Wathi uma efika ekhaya waxoxela uMntonyane ngeculo. Ngaso leso sikhathi uMntonyane waphuthuma emasimini. Walizwa iculo wamfuna waze wamthola uNonkungu.

Ngenye imini abanye abantu bayiva le ngoma, baxelela uMtonyama ukuba bekukho intombazana elula ethafen,i ecule eyona ngoma imnandi nelusizi. Ngaloo mva kwemini uMtonyama waya ethafeni. Weva umntu othile ecula. Walinda emva kwesihlahla, wamamela. UMtonyama waya kwimvumi. Yayinxibe amadlavu embulu.

One day, one of Mtonyama’s brothers was walking in the fields. He heard the strange and beautiful song. He didn’t know who was singing, but when he got home, he told Mtonyama the words. Mtonyama went into the fields. He heard the song, and looked until he found Nonkungu.


Nonkungu het vir haar oom vertel na als waat gebeur, en hoe die imbulu haar pragtigge klere gevat het. Mtonyama het haar na sy huis gestuur en het haar in verborge. Mtonyama weet hoe hy wil die imbulu vang.

uNonkungu wamxoxela ukuba kwenzekani , ukuthi imbulu yazithatha kanjani izingubo zakhe yase yamembathisa itshali. uMntonyama wamthatha uNonkungu wahamba naye wafike wamfihla endlini. uMntonyama wayesazi ukuthi imbulu uzoyibamba kanjani.

UMtonyama wayibuza, “Ungubani, Ungumtshana wam, uNonkungu?” Waza uNonkungu wamxelela into eyenzekileyo. UMtonyama wamthatha uNonkungu wambuyisela endaweni yakhe, wamzimelisa endlwini.

Nonkungu told him what had happened, how the imbulu had taken her beautiful clothes. Mtonyama took her back to his place and hid her in a hut. Mtonyama knew what he was going to do to catch the imbulu.


Mtonyama weet ‘n imbulu se stert kan nie by loop vir melk, en drink nie. So het hy na sy manne vertel om a groot gat maak en moet dit met suur melk vol maak. Mtonyama roep al die meisies in die dorpie om a spring komeptisie te he.

UMtonyama wayeke wezwa ukuthi umsila wembulu uyaluthanda ubisi, kangangoba awukwazi ukudlula obisini engaluphuzanga. Wacela amadoda ukuthi ambe umgodi bese bethela amasi phakathi. Wabe esebiza wonke amantobazanyana asemphakathini ukuba azongenela umncintiswano wokweqa umgodi.

UMtonyama wakhe weva ukuba umsila wembulu uyaluthanda ubisi kwaye awunakulidlula ngaphandle kokusela intwana yalo. Ngoko ke uMtonyama waxelela amadoda akhe ukuba ombe umjelo onzulu ukuze awuzalise umjelo ngamasi.

Mtonyama had heard that an imbulu’s tail loves milk and that it can’t go past milk without drinking some. So he told his men to dig a deep ditch and to fill the ditch with sour milk. Then he called all the girls of the village to take part in a jumping competition.


Die imbulu was bekommerd om die gat oor te spring, Omdat Sy weet haar stert wil dors wees om die suur melk. So loop sy na die tuis en sy het haar stert tot haar ligaam vasgebind. Dan gaan sy by die spring kompetisie.

Intombazanyana eyayigqoke isiketi nobuhlalu bukaNonkungu yayikhathazekile. Yayingafuni ukweqa umgodi. Yayazi ukuthi umsila wayo uzonxanelwa amasi. Yahamba yaya endlini yawubophela emhlane. Yabuyela endaweni yayo kwamanye amantombazane.

Aza onke amantombazana elali abizelwa kwindawo yakwaMtonyama ukuya kuthatha inxaxheba kugqatso lokutsiba. Intombazana nganye yayizakutsiba ngaphezu komjelo. Intombazana eyayinxibe umbhinqo neentsimbi zikaNonkungu yayixhalabile. Zange ifune ukutsiba phezu kumjelo. Yayisazi ukuba umsila wayo uza kunxanelwa amasi. Ngoko ke imbulu yaya endlwini, yaza yabophelela umsila wayo emzinjeni wayo kangangoko inako. Waza wathatha indawo yakhe njengamanye amantombazana.

The imbulu was worried. She did not want to jump over the ditch. She knew that her tail would be thirsty for the sour milk. So she went into a hut and tied her tail to her body as tightly as she could. Then she took her place with the other girls.


Een meisie na die ander het oor die gat gespring het. Dan was dit die imbulu se beurt. Sy probeer hoog oor die gat te spring, maar sy stert het losgebreek. Die stert het haar af, af en af binne die suur melk gemaak.

Yathi uma yeqa umgodi, umsila wayo waqonda emasini.

Ekugqibeleni yaba lithuba lembulu ukutsiba. Yazama ukutsibela phezulu ngaphaya komjelo, kodwa umsila wayo waqhawuka, waphuncuka, wayitsalela ezantsi, ezantsi, ezantsi emasini.

One girl after another jumped over the ditch. At last it was the imbulu’s turn. She tried to jump high over the ditch, but her tail broke loose. The imbulu’s tail pulled her down, down, down into the sour milk.


As die imbulu in die suur melk gesukkel het, die manne het die gat vol gemaak met sand en het die imbulu begrawe. Toe was dit die einde van die imbulu. Nonkungu het by haar oom gebly om a lang, lang tyd te wees. En dit is die einde van die storie.

Ngesikhathi imbulu isazabalaza emgodini onamasi, amadoda avala umgodi ngenhlabathi ngokushesha. Bayingcwaba lapho. Kwabe sekungukuphela ngembulu. Kodwa uNonkungu wahlala ngokujabula kwamalume wakhe isikhathi eside. Cosi cosi yaphela.

Njengoko iduntsalaza emasini, amadoda akhawuleza azalisa umjelo ngesanti aza ayingcwaba imbulu. Yaba sisiphelo sayo. Kodwa uNonkungu wahlala ngokonwaba nomalume wakhe ixesha elide kakhulu. Yabasisiphelo sebali.

As the imbulu struggled in the sour milk, the men quickly filled the ditch with sand and buried her. That was the end of the imbulu. Nonkungu stayed happily with her uncle for a long, long time. And that is the end of the story.


Written by: Alan Kenyon, Viv Kenyon
Illustrated by: Wiehan de Jager
Translated by: Lindsey Davis
Language: Afrikaans
Level: Level 4
Source: Nonkungu and the imbulu from African Storybook
Creative Commons License
This work is licensed under a Creative Commons Attribution 3.0 International License.
Options
Back to stories list Download PDF