Back to stories list

UPendo inkomo yethu Inkomo yethu uPendo UPendo inkomo yethu Pendo our cow

Written by Ruth Odondi

Illustrated by Rob Owen

Translated by Xolisa Guzula

Language Xhosa

Level Level 1

Narrate full story The audio for this story is currently not available.


Lo nguNdalo.

Lo uNdalo.

Lo nguNdalo.

This is Ndalo.


UNdalo uthanda ukufunda iincwadi.

UNdalo uthanda ukufunda izincwadi.

UNdalo uthanda ukufunda iincwadi.

Ndalo likes to read books.


Lona nguPendo.

Lona uPendo.

Lona nguPendo.

This is Pendo.


UPendo uthanda ukutya iminqathe.

UPendo uthanda ukudla izaqathi.

UPendo uthanda ukutya iminqathe.

Pendo likes to eat carrots.


UNdalo wolusa uPendo xa ebuya esikolweni.

UNdalo welusa uPendo uma esebuya esikoleni.

UNdalo wolusa uPendo xa ebuya esikolweni.

Ndalo grazes Pendo after school.


Umseza amanzi acocekileyo napholileyo.

Umuphuzisa namanzi ahlanzekile.

Umseza amanzi acocekileyo napholileyo.

He gives fresh water to Pendo.


Utata kaNdalo upha uPendo ukutya kwakhe.

Ubaba kaNdalo upha uPendo ukudla kwakhe.

Utata kaNdalo upha uPendo ukutya kwakhe.

Father gives grain to Pendo.


Utata usenga uPendo yonke imihla.

Ubaba usenga uPendo nsuku zonke.

Utata usenga uPendo yonke imihla.

He milks Pendo every day.


UPendo uyohlisa.

UPendo unobisi oluningi.

UPendo uyohlisa.

Pendo gives a lot of milk.


Utata uyalithengisa ubisi lukaPendo.

Ubaba uze aludayise ubisi.

Utata uyalithengisa ubisi lukaPendo.

Father sells Pendo’s milk.


UNdalo usela ubisi olutsha yonke imihla.

UNdalo uphuza ubisi olusha nsuku zonke.

UNdalo usela ubisi olutsha yonke imihla.

Ndalo drinks fresh milk every day.


UNdalo uyabulela, “Enkosi Pendo!”

UNdalo uyabonga kuPendo.

UNdalo uyabulela, “Enkosi Pendo!”

He says, “Thank you Pendo!”


Written by: Ruth Odondi
Illustrated by: Rob Owen
Translated by: Xolisa Guzula
Language: Xhosa
Level: Level 1
Source: Pendo our cow from African Storybook
Creative Commons License
This work is licensed under a Creative Commons Attribution 3.0 International License.
Options
Back to stories list Download PDF