Loyi i Agnes. I mudyondzisi wa mina.
Lona nguMbali. Nguthisha wami.
Lo nguMbali. Ngutishala wam.
This is Agnes. She is my teacher.
Agnes u famba hi tinhonga.
UMbali uhamba ngezinduku.
UMbali uhamba ngeentonga.
Agnes uses crutches to walk.
Loyi i Metobo. I DJ wa le ka xiyanimoya loyi ndzi n’wi rhandzaka.
Lona nguMxolisi. Ungumsakazi engimthanda kunabo bonke.
Lo nguMxolisi. Ungoyena msasazi ndimthandayo kunabo bonke.
This is Metobo. He is my favourite radio DJ.
Metobo u na swiphiqo swa mahlo.
UMxolisi unenkinga yamehlo.
UMxolisi unengxaki yamehlo.
Metobo has problems with his eyes.
Loyi i Moraa, muakelani wa mina. Moraa i n’wamapurasi.
Lona ngu-Ayanda, umakhelwane wami. U-Ayanda ngumlimi.
Lo ngu-Ayanda, ummelwane wam.
This is Moraa, my neighbour. Moraa is a farmer.
Moraa u na vufadzenga. U vulavula hi ku tirhisa ririmi ra Swikoweta.
U-Ayanda akezwa ezindlebeni. Ukhuluma ngezandla.
U-Ayanda sisithulu. Uthetha ngezandla.
Moraa cannot hear. She speaks using Sign Language.
Loyi i Osero. I mutlangi wa ndhuma wa bolo exikolweni xa mina.
Lona nguSizwe. Ungumdlali webhola ovelele esikoleni sami.
Lo nguSizwe. Ungumdlali wesoka obalaseleyo esikolweni sam.
This is Osero. He is the best soccer player at my school.
Osero a nga na mavoko. Kambe u kora tibolo to tala ka xipano xa hina!
USizwe akanazo izandla. Kodwa ufakela iqembu lethu amagoli amaningi!
USizwe akanazo izandla. Kodwa ukora amanqaku amaninzi kwiqela lethu!
Osero has no hands. But he scores many goals for our team!