Yo ke Akenese. Ke morutabana wame.
Lona nguMbali. Nguthisha wami.
Lo nguMbali. Ngutishala wam.
This is Agnes. She is my teacher.
Akenese o dirisa dithobane go tsamaya.
UMbali uhamba ngezinduku.
UMbali uhamba ngeentonga.
Agnes uses crutches to walk.
Yona ke Metobo. Ke DJ yo ke moratang go gaisa.
Lona nguMxolisi. Ungumsakazi engimthanda kunabo bonke.
Lo nguMxolisi. Ungoyena msasazi ndimthandayo kunabo bonke.
This is Metobo. He is my favourite radio DJ.
Metobo o na le mathata le matlho a gagwe.
UMxolisi unenkinga yamehlo.
UMxolisi unengxaki yamehlo.
Metobo has problems with his eyes.
Yona ke Moraa, ke moagisanyi wame. Moraa ke molemi-morui.
Lona ngu-Ayanda, umakhelwane wami. U-Ayanda ngumlimi.
Lo ngu-Ayanda, ummelwane wam.
This is Moraa, my neighbour. Moraa is a farmer.
Moraa o na le bosusu. O bua a dirisa diatla.
U-Ayanda akezwa ezindlebeni. Ukhuluma ngezandla.
U-Ayanda sisithulu. Uthetha ngezandla.
Moraa cannot hear. She speaks using Sign Language.
Yona ke Osego. Ke motshamiki wa kgwele yo a gaisang botlhe kwa sekoleng same.
Lona nguSizwe. Ungumdlali webhola ovelele esikoleni sami.
Lo nguSizwe. Ungumdlali wesoka obalaseleyo esikolweni sam.
This is Osero. He is the best soccer player at my school.
Osego ga a na diatla. Mme o nosetsa setlhopha sa rona dinno di le dintsi!
USizwe akanazo izandla. Kodwa ufakela iqembu lethu amagoli amaningi!
USizwe akanazo izandla. Kodwa ukora amanqaku amaninzi kwiqela lethu!
Osero has no hands. But he scores many goals for our team!