Yo ke Malefo. Ke morutiši wa ka.
Lona nguMbali. Nguthisha wami.
Lo nguMbali. Ngutishala wam.
This is Agnes. She is my teacher.
Malefo o šomiša dipatla tša bagolofadi ge a sepela.
UMbali uhamba ngezinduku.
UMbali uhamba ngeentonga.
Agnes uses crutches to walk.
Yo ke Tebogo. Ke DJ wa ka wa mmamoratwa seyalemoyeng.
Lona nguMxolisi. Ungumsakazi engimthanda kunabo bonke.
Lo nguMxolisi. Ungoyena msasazi ndimthandayo kunabo bonke.
This is Metobo. He is my favourite radio DJ.
Tebogo o bolawa ke mahlo.
UMxolisi unenkinga yamehlo.
UMxolisi unengxaki yamehlo.
Metobo has problems with his eyes.
Yo ke Phetogo, moagišane waka. Phetogo ke molemi.
Lona ngu-Ayanda, umakhelwane wami. U-Ayanda ngumlimi.
Lo ngu-Ayanda, ummelwane wam.
This is Moraa, my neighbour. Moraa is a farmer.
Phetogo ke sefowa. O šomiša polelo ya diatla ge a bolela.
U-Ayanda akezwa ezindlebeni. Ukhuluma ngezandla.
U-Ayanda sisithulu. Uthetha ngezandla.
Moraa cannot hear. She speaks using Sign Language.
Yo ke Kabelo. Ke moraloki yo hlwahlwa wa kgwele ya maoto kua sekolong.
Lona nguSizwe. Ungumdlali webhola ovelele esikoleni sami.
Lo nguSizwe. Ungumdlali wesoka obalaseleyo esikolweni sam.
This is Osero. He is the best soccer player at my school.
Kabelo ga a na matsogo. Efela o nweša dikgwele tše dintši tša sehlopha sa rena!
USizwe akanazo izandla. Kodwa ufakela iqembu lethu amagoli amaningi!
USizwe akanazo izandla. Kodwa ukora amanqaku amaninzi kwiqela lethu!
Osero has no hands. But he scores many goals for our team!