Kudala, kwakuhlala
usapho olonwabileyo.
很久很久以前,有一家人快乐地生活在一起。
Abazange balwe omnye
nomnye. Babebanceda
abazali babo ekhaya
nasemasimini.
孩子们从来不打架,还帮助爸爸妈妈做家务,干农活。
Kodwa babengavumelekanga ukuba
basondele emlilweni.
但是他们不能靠近火焰。
Kwakufuneka benze
wonke umsebenzi wabo
ebusuku.
Kuba babenziwe ngekhandlela!
没办法,他们只能在晚上工作,因为他们都是用蜡做的!
kodwa omnye
wamakhwenkwe
wayelangazelela
ukuphuma phandle
elangeni.
但是其中一个男孩非常想出门,他想走到太阳底下看看。
Ngenye imini
ulangazelelo lwakhula
ngamandla.
Abantakwabo
bamlumkisa…
有一天,这种渴望太强烈了。虽然他的兄弟们警告过他……
k Ngenye imini
ulangazelelo lwakhula
ngamandla.
Abantakwabo
bamlumkisa…
但是太晚了!他在太阳底下融化了。
Abantwana
bekhandlela baba lusizi
kakhulu ukubona
untakwabo enyibilike
waphela.
其他蜡做的孩子看到他们的兄弟融化消失了,非常伤心。
Kodwa, benza icebo.
Babumba igaqa
lekhalindlela laba
yintaka.
但是他们想出了一个好主意:他们把熔化的蜡块捏成了一只鸟。
Bathatha umntakwabo
oyintaka, bamsa phezu
kwentaba
ephakamileyo.
他们把变成鸟的兄弟带到了一座高山上。
Njengoko ilanga
liphuma, wabhabhela
kude evuma
kukukhanya kwakusasa.
太阳升起来了,他迎着晨光唱着歌,飞走了。