返回故事列表
A Tiny Seed: The Story of Wangari Maathai
一粒小种子:旺加里·马塔伊的故事
Nicola Rijsdijk
Maya Marshak
Missing
本故事尚未有语音版。
Kwenye yeelali zase fama eKenya, kwakukho nintombazana encinane egama
lingu Wangari.
在东非肯尼亚山的山腰上,有一座小村庄,村庄里有一个小女孩和妈妈一起在田里劳作,这个女孩叫旺加里。
uWangari wayethanda ukuchitha ixesha elininzi kunye nomama wakhe esitiyeni
sakowabo betyala.UWangari wayekuthanda ukudlala phandle esoloko esesitiyeni
etyala imbewu .
旺加里很喜欢呆在户外。在她家的农田里,旺加里用弯刀劈开土地,把小种子播撒到温暖的泥土里。
Elona xesha wayelithanda kwakusemalanga, kuthi xa sele kuqalisa
ukubamnyama engasaziboni eizityalo ahambe agoduke.
她一天中最喜欢的时候就是日落时分。当天黑了,看不到花花草草时,旺加里就知道她该回家了。她走在农田里的小路上,还要过几条河。
UWangari wayengumntwana ohlakaniphileyo kakhulu kodwa abazali bakhe
babengafuni ukuba aye esikolweni. Babefuna ahlale kunye nabo ekhaya.
Ubhuti kaWangari waabacenga abazali ukuba bavumele uWangari aye esikolweni.
旺加里是个聪明的孩子,她迫不及待地想要去上学,但是她的父母希望她能在家,帮着干农活。当旺加里七岁的时候,她的哥哥说服了父母,让旺加里去上学。
UWangari uyile esikolweni, wayekuthanda ukufunda and eqhuba kakuhle.
Wayefuna ukufunda banzi ngelizwe lakhe kunye nezityalo nemithi.
旺加里太喜欢学习了。旺加里读了很多书,学到很多知识。她的成绩非常好,最后收到了美国大学的录取信,邀请她去美国读书。旺加里太兴奋了,她真想去世界各地走走看看。
Uthe akugiba amabanga ache aphantshi wawonga ukuba ayokuqhuba izifundo
zakhe eMelika.Ufike eMelika wafunda banzi ngezityalo, ukuba utyala njani nokuba
uzikhathalele kanjani.
在美国的大学里,旺加里学到了很多新鲜事物。她研究植物,以及它们的生长过程。她想起她自己是怎么长大的:她和兄弟们在美丽的肯尼亚森林里玩耍。
UWangari uye wabona ukuba uyakuthanda ukufunda ngezityalo nokunceda
abantu , wayefuna ukubuyela kowabo eKenya ayobancedisana nabantu
basekuhlaleni.
她学得越多,就越热爱肯尼亚人民。她想要帮助肯尼亚人民过上自由、快乐的生活。她学得越多,就越想念自己在非洲的家乡。
Uye waabuyela kwikhaya lakhe eKenya. Uthe akafika kowabo zabe izinto
zitshintshile. Abantu basekuhlaleni babesokola bengenamali yokuhoya amakhaya
wabo.
当旺加里完成学业时,她回到了肯尼亚,但是她的祖国已经今非昔比了。大地上建起了农场,妇女们找不到柴火做饭。人们过着穷苦的日子,孩子们饥肠辘辘。
Uye wadibana nabo bonke abasetyhini ebefundisa ngezityalo nokutyala.
Wabaxelela ukuba bangakhulisa imithi, bayithengise ukuze bafumane imali
yokuzihoya nokuthenga ukutya ekhaya.
旺加里知道自己要做什么。她教妇女们如何用种子种出大树。妇女们卖树赚钱,补贴家用。妇女们都很高兴。旺加里使她们觉得自己变得坚强勇敢了。
Enguhambeni kwethuba iye yakhula imithi yangamahlathi. Umyalezo kaWangari
udume kwi Afrika yonke. Kunamhlanje amawaka namakhulu emithi ikhuliswa
yimbewu kaWangari.
时光飞逝,小树长成了参天大树,又汇聚成了森林,河水穿流而过。旺加里的办法传遍了非洲。今天,因为旺加里当初的种子,已经长出了几百万棵大树。
UWangari udume kwizwelonke.
Wawongwa ngeNobel Prize
ngenxa yomsebenzi wakhe.
Wayengowokuqala umntu
omnyama kwabasetyhini
baseAfrika ukufumana lembasa.
旺加里努力工作,引起了全世界的注意,人们授予她诺贝尔和平奖,她是非洲第一位获得这份殊荣的女性。
UWangari walandulela eli ngonyaka ka 2011, kodwa qho xasibona imitihi
siyamkhumbula.
旺加里在2011年去世,但是每次我们看到大树时,都会想起这位杰出的女性。
作者: Nicola Rijsdijk
插图: Maya Marshak
译文: Missing